Alert icon
We're changing our privacy policy. This stuff matters.  Learn more  Dismiss
Alert icon
Alert icon
Alert icon
Alert icon
Alert icon
siphesihleification

siphesihleification's channel

Loading...

0 subscribers
0 video views
  • 2 weeks ago

    @Zzizi070 : Indlela endilile ngayo ndakugqiba ukufunda lomyalezo wakho unzulu yaye ubuhlungu kangaka!!! Ndimangaliswa kukubona ukuba kwesisizwe sibole kangaka kanti kusekho abantu abafana nawe (abanentliziyo entle). Ndiyamthanda yaye ndizakumxhasa uZonke, wanga angandizela emafini-andibalibelanga...

  • 5 months ago

    Enkosi ngokuyifaka levidiyo!!!!! Hayi qha ngalophanyaphanya imenzayo, yini zinkosi. Khona yena uBulela xa eyibukele uthin?

  • 5 months ago

    Xhosa Clicks

    Some words and a song with Xhosa clicks

    Ngenxa yokuba ndinentlonipho, andukuthi ulixoki koko ndakuthi wenze impunyu; esiXhoseni asithi ukuletha sithi UKUZISA. Ndikhe ndive kuthethwa ngesiXhosa senginqgi kodwa hayi, awuxoki qha wenza isimanga......yiyo ke lento ndisithi iya/buyela eziNcwadini zakho mamthile....hayi sisihelegu sehlazo ke...

  • 6 months ago

    Ukuba Kelly Khumalo ubonokuyazi yaye uzingce ngalento yokuba unelizwi elimnandi ubungasoze uhambe ZE xa usenza ii"videos" zeengoma zakho, oku ndikubhekisa nakwezinye iimvumi!!!!! Ndiyakuthanda Kelly kakhulu!

  • 8 months ago

    JOYOUS CELEBRATION 11 - NTOKOZO - IN THE SHADOW

    For true success ask yourself these four questions: Why? Why not? Why not me? Why not now? To get your video featured on PictureStream (1) Join Goo...

    My problem with whoever uploads videos for Joyous Celebration is that he only uploads videos of certain vocalists, what about Mahalia Buchanan and Ntombizodwa just 2 mention a few that is not included. Please bantu siyayithanda i JC iphela ndingxame ide ize eKapa apho ndikhoyo.

  • 9 months ago

    KHANYISIWE

    south african

    I am so disapointd wif the dancers, they need more training.

    When she started she kinda sounded like Kelly K.

  • 9 months ago

    I Want To Sing Gospel - TOP 10 - Ngiyavuma

    Top 10 "I Want To Sing Gospel" contestants LIVE at the State Theatre in Pretoria

    Ndiyalila kungoku nje!!!!!!!!! Unamandla umculo wokholo leyo into ayinakuphikiswa. Hamba vangeli hamba, ugqibe izwe lonke!!!!!!!!!Haleeeeeeeeluuuuuyaaaaaaa

  • 9 months ago

    Andinako

    Lusanda

    Betha ntomb 'akuGatyana liyatshon 'inilamga!!!!!!. Ndikuthanda kwikonisathi zakho (Live concerts ngabula makhumsha).

  • 9 months ago

    Rebecca Malope - My Mother

    Music video by Rebecca Malope performing My Mother. (P) 2010 The copyright in this audiovisual recording is owned by The CCP Record Company, a divi...

    Thank you so much sis Rebs for such a beautiful video, I just like the fact that it is very relevant it is not one of those videos that are shot in studios or in the mountains. Thank you so much....yhuuu! I almost said ausi bkoz u said if one calls u ausi you will jusy ignor....Thank you DR BR Ma...

Alert icon
0 / 00Unsaved Playlist Return to active list
    1. Your queue is empty. Add videos to your queue using this button:
      or sign in to load a different list.
    Loading...Loading...Saving...
    • Clear all videos from this list
    • Learn more